Libuye lafika ixesha lokwenza amadoda; ixesha lolwaluso lwamakhwenkwe neli lixesha elinzima kakhulu kwisizwe siphela ngenxa yelifu elimnyama eligubungele eli siko. Amalungiselelo okuqinisekisa ukuba ...